I-Eyethu Dikeni Klabhu neqalwe ngoTata abathathe umhlala phantsi iwuvale ngempumelelo unyaka ngomhla wama 21 kule imiyo kwikhaya labavakashi elibizwa ngokuba kukwa Saki Homestay, eHappy Rest.
Injongo eziphambili zale klabhu kukuzonwabisa, bazigcine besempilweni, umanyano, uphuhliso, kwakunye nokujongana nemicelimngeni yaseDikeni. ” Singamalungu ale klabhu sizimisele ukuyisephula nengcambu
Read More